Izililo 4:22 XHO96

22 Wena ntombindini enguZiyon,siza kufikelela esiphelweni isohlwayo sakho;akuyi kolulwa ukuthinjwa kwakho.Kodwa, ntombindini enguEdom, úya kukohlwaya ngesikreqo sakho,ayityhile inkohlakalo yakho.

funda isahluko epheleleyo Izililo 4

imbono Izililo 4:22 kwimeko