Uestere 1:8 XHO96

8 Ngokomyalelo kakumkani ke wonke umntu kwezo ndwendwe wavunyelwa ukuba ayisele ngendlela yakhe, njengoko ukumkani wayeyalele iinjoli zewayini ukuba zithungele umntu ngamnye ngangoko afuna ngako.

funda isahluko epheleleyo Uestere 1

imbono Uestere 1:8 kwimeko