Uestere 3:8 XHO96

8 UHaman wathetha nokumkani uAsuwerosi wathi: “Kukho uhlanga oluthe saa phakathi kwabantu bonke kuwo onke amaphondo ombuso wakho. Aba bantu bahleli bezikhethile kwabanye abantu. Amasiko abo ahlukile kuwo onke awabanye abantu, nemithetho kakumkani abayithobeli. Ngoko ke asinto intle ukuba ukumkani abanyamezele aba bantu.

funda isahluko epheleleyo Uestere 3

imbono Uestere 3:8 kwimeko