30 Kwinzala kaPahati-mowabhi nguAdena noKelali noBhenaya noMaseya noMataniya noBhezaleli noBhinuwi noManase.
31 Kwinzala kaHiram nguElizere noIshiya noMalekiya noShemaya noSimon
32 noBhenjamin noMaluki noShemariya.
33 Kwinzala kaHashum nguMatenayi noMatata noZabhadi noElifelete noJeremayi noManase noShimeyi.
34 Kwinzala kaBhani nguMadayi noAmram noUweli
35 noBhenaya noBhedeya noKeluwi
36 noVaniya noMeremoti noEliyashibhi