Uezra 10:8 XHO96

8 Nabani na ongezanga kwithuba leentsuku ezintathu, kwathiwa uza kuthathelwa izinto anazo. Eso ke isisigqibo samaphakathi namadoda amakhulu; umntu onjalo ke wayeza kusikwa kwibandla labathinjwa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 10

imbono Uezra 10:8 kwimeko