36 Ababingeleli: inzala kaYedaya ngendlu kaYeshuwa 973
37 ekaImere 1 052
38 ekaPashure 1 247
39 ekaHarim 1 017
40 AbaLevi: inzala kaYeshuwa noKademiyeli ngomlibo kaHodaviya 74
41 Iimvumi: inzala ka-Asafu 128
42 Abalindi-masango endlu kaThixo: inzala kaShalum, uAtere, uTalemon, uAkubhi, uHatita, noShobhayi 139