38 ekaPashure 1 247
39 ekaHarim 1 017
40 AbaLevi: inzala kaYeshuwa noKademiyeli ngomlibo kaHodaviya 74
41 Iimvumi: inzala ka-Asafu 128
42 Abalindi-masango endlu kaThixo: inzala kaShalum, uAtere, uTalemon, uAkubhi, uHatita, noShobhayi 139
43 Izicaka zendlu kaThixo: inzala kaZiya, uHasufa, uTabhayoti,
44 uKerose, uSiyaha, uPadon,