Uezra 3:9 XHO96

9 UYeshuwa noonyana bakhe nabantakwabo, noKademiyeli noonyana bakhe (inzala kaJuda), noonyana bakaHenadadi, noonyana babo, nabantakwabo, bonke bengabaLevi, ewe, xa bebonke babejonge abasebenzi ababesakha indlu kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uezra 3

imbono Uezra 3:9 kwimeko