Uezra 4:12 XHO96

12 “Ukumkani simazisa ukuba laa maJuda awawathumela apha kuthi, nango eJerusalem ehlaziya esiya sixeko sidume ngovukelo nenkohlakalo. Ayazivusa iindonga zaso, nesiseko saso ayasilungisa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 4

imbono Uezra 4:12 kwimeko