Uezra 4:23 XHO96

23 Ithe ke, isakufundwa loo leta yayivela kukumkani uAtashasta, uRehum noShimshayi unobhala namahlakani abo basuka ngoko nangoko baya kumaJuda eJerusalem, bafika bawanyanzela ngenkani ukuba awumise umsebenzi.

funda isahluko epheleleyo Uezra 4

imbono Uezra 4:23 kwimeko