Uezra 5:2 XHO96

2 Ke uZerubhabheli unyana kaShelatiyeli noYeshuwa unyana kaJozadaki baphinda bawuqhubela phambili umsebenzi wokwakha indlu kaThixo eJerusalem. Babekunye nabashumayeli bakaThixo bebancedisa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 5

imbono Uezra 5:2 kwimeko