Uezra 5:5 XHO96

5 Kambe ke iliso likaThixo wawo lawalusa loo madoda makhulu akwaJuda, awade amiswe, kwada kwakhutshwa ingxelo yasiwa kuDariyo, waza ke waphendula.

funda isahluko epheleleyo Uezra 5

imbono Uezra 5:5 kwimeko