Uezra 6:11 XHO96

11 Kananjalo ke ndiwisa umyalelo wokuba nabani na owujikayo lo mthetho, ze kuncothulwe umqadi endlwini yakhe, axhonywe abethelelwe kuwo, ke yona indlu yakhe yenziwe indawo yangasese ngenxa yelo tyala.

funda isahluko epheleleyo Uezra 6

imbono Uezra 6:11 kwimeko