Uezra 7:9 XHO96

9 Kolu hambo lwakhe waphuma eBhabheli ngomhla wokuqala kwinyanga yokuqala, waza wagaleleka eJerusalem ngomhla wokuqala kwinyanga yesihlanu, kuba kaloku isandla esikulunga sikaThixo wakhe sasiphezu kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uezra 7

imbono Uezra 7:9 kwimeko