Uezra 8:15 XHO96

15 Ke kaloku ndabahlanganisa kumlambo oya eAhava, saza ke saxhwarha khona iintsuku zantathu. Ndithe ke ndakuqwalasela phakathi kwabantu nababingeleli ndafumanisa ukuba akukho baLevi.

funda isahluko epheleleyo Uezra 8

imbono Uezra 8:15 kwimeko