Uezra 8:18 XHO96

18 Ngenxa yesandla esikulunga sikaThixo esasiphezu kwethu basinika uSherebhiya umfo othumakalayo, oyinzala kaMali unyana kaLevi, unyana kaSirayeli, kunye noonyana bakaSherebhiya, nabantakwabo, ishumi elinesibhozo lamadoda,

funda isahluko epheleleyo Uezra 8

imbono Uezra 8:18 kwimeko