Uezra 9:2 XHO96

2 Basuke bathatha iintombi zazo zangabafazi babo noonyana babo. Olu hlanga lulodwa baluxube nezi ntlanga zibangqongileyo. Ewe, ziinkokheli namagosa kanye ezi zihamba phambili koku kunganyaniseki.”

funda isahluko epheleleyo Uezra 9

imbono Uezra 9:2 kwimeko