6 Kaloku eli lizwe lihlaselwe ngumkhosi;ewe, ziingwanyalala eziyinyambalala.Ngenene zizinto ezimazinyo angxavula okwengonyama.Ngonyamakazi yakwabani emabamba anje?
funda isahluko epheleleyo Ujoweli 1
imbono Ujoweli 1:6 kwimeko