Unehemiya 1:1 XHO96

1 Nali ibali likaNehemiya unyana kaHakaliya. Kunyaka wamashumi amabini kwinyanga uKislevu, ndathi ndikomkhulu eSusa,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 1

imbono Unehemiya 1:1 kwimeko