1 Owokuqala ukusayina isivumelwano ibingumlawuli uNehemiya unyana kaHakaliya, emva koko yaba nguZedekiya.
2 Basayina ke naba: ababingeleli:uSeraya noAzariya noJeremiya,
3 uPashure noAmariya noMalekiya,
4 uHatushe noShebhaniya noMaluki,