22 uPelatiya noHanan noAnaya,
23 uHosheya noHananiya noHashubhi,
24 uHaloheshe noPileya noShobheki,
25 uRehum noHashabhena noMaseya,
26 uAhiya noHanan noAnan,
27 uMaluki noHarim noBhana.
28 Xa bebonke ke abantu, ababingeleli, abaLevi, abalindi-masango, iimvumi, izicaka zendlu kaThixo, nabo bonke abazahluleyo kwiintlanga ezingabamelwana, loo nto beyenza ngenxa yomthetho kaThixo, bekunye nabafazi babo nabo bonke oonyana neentombi zabo, abo sebeqabuke ingqondo,