Unehemiya 10:36 XHO96

36 “Kwanjengokuba kubhaliwe emthethweni amazibulo ezindlu zethu, aweenkomo zethu, awemfuyo enkulu nemfutshane, xa ewonke siya kuwazisa endlwini kaThixo wethu, kubabingeleli abasebenza kuyo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 10

imbono Unehemiya 10:36 kwimeko