5 uHarim noMeremoti no-Obhadiya,
6 uDaniyeli noGineton noBharuki,
7 uMeshulam noAbhiya noMiyamin,
8 uMaziya noBhilegayi noShemaya;
9 abaLevi:uYeshuwa unyana ka-Azaniya, uBhinuwi koonyana bakaHenadadi, noKademiyeli,
10 namawabo uShebhaniya noHodiya noKelita noPelaya noHanan,
11 uMika noRehobhi noHashabhiya,