10 UYeshuwa yayinguyise kaYoyakim, uYoyakim enguyise kaEliyashibhi, uEliyashibhi enguyise kaJoyada,
11 uJoyada enguyise kaJonatan, uJonatan enguyise kaYaduwa.
12 Nazi iinkulu zemizi yababingeleli ngemihla kaYoyakim:kwaSeraya nguMeraya;kwaJeremiya nguHananiya;
13 kwaEzra nguMeshulam;kwa-Amariya nguYehohanan;
14 kwaMaluki nguJonatan;kwaShebhaniya nguJosefu;
15 kwaHarim nguAdena;kwaMerayoti nguHelekayi;
16 kwaIdo nguZakariya;kwaGineton nguMeshulam;