Unehemiya 12:23 XHO96

23 Kanti ke iinkulu zemizi kwinzala yabaLevi ukuthi xhaxhe ngexesha likaJohanan unyana kaEliyashibhi zafakwa kwincwadi yeengcombolo zembali.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 12

imbono Unehemiya 12:23 kwimeko