Unehemiya 2:1 XHO96

1 Ngenyanga uNisan kunyaka wamashumi amabini kakumkani uAtashasta, ngethuba lokunikwa kwakhe iwayini, ndayithatha iwayini leyo ndamnika. Ukumkani wayengazange andibone ndilusizi ngaphambili,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:1 kwimeko