Unehemiya 2:6 XHO96

6 Ke ukumkani, enokumkanikazi ecaleni kwakhe, wathi kum: “Loba ngakanani olo hambo; khona, uya kubuya nini?” Kwakholeka ke kukumkani ukundikhulula, ndaza ke ndammisela ixesha.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:6 kwimeko