Unehemiya 3:23 XHO96

23 Ngaphaya kwabo kwakulungisa uBhenjamin noHashubhi phambi kwendlu yabo, belandelwa nguAzariya unyana kaMaseya, ka-Ananiya, elungisa ngasendlwini yakhe.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:23 kwimeko