Unehemiya 3:6 XHO96

6 UJoyada unyana kaPaseya noMeshulam unyana kaBhesodiya balungisa iSango eliDala. Bayigxumeka imiqadi, bazifaka iingcango neziqhobosho nemivalo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:6 kwimeko