Unehemiya 7:2 XHO96

2 Ndamisela umntakwethu uHanani ukuba avelele iJerusalem, ekunye noHananiya ingqwayi-ngqwayi yenqaba, kuba wayengumfo onentembeko, uThixo emhlonela ngaphezu koninzi lwabantu.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7

imbono Unehemiya 7:2 kwimeko