Unehemiya 7:6 XHO96

6 Naba ke abantu beli phondo ababuyileyo ekuthinjweni ababethinjwe ngukumkani uNabhukadenezare waseBhabheli. Babuyela eJerusalem nakwaJuda, yangulowo nalowo waphindela kwidolophu yakowabo,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7

imbono Unehemiya 7:6 kwimeko