Unehemiya 8:16 XHO96

16 Baphuma ke abantu, baza babuya namahlamvu emithi, bazakhela ngawo amaphempe kumaphahla abo, kwiinkundla zemizi yabo, nakwiinkundla zendlu kaThixo, ngokunjalo nasebaleni elingakwiSango laManzi nelingakwiSango likaEfrayim.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 8

imbono Unehemiya 8:16 kwimeko