5 UEzra wayivula ke incwadi leyo. Bonke ke abantu babembona, kuba wayemi ebavelele. Uthe ke akuyivula, bema ngeenyawo abantu.
funda isahluko epheleleyo Unehemiya 8
imbono Unehemiya 8:5 kwimeko