1 Kwabasetesalonika 2:19 XHO96

19 Kaloku ekubuyeni kweNkosi yethu uYesu, xa simi phambi kwayo, asinathemba naluvuyo naqhayiya ngaphandle kwenu!

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 2

imbono 1 Kwabasetesalonika 2:19 kwimeko