1 Kwabasetesalonika 2:9 XHO96

9 Khanikhumbule, mawethu, indlela ebesisebenza nzima ngayo sibulaleka. Besisebenza ubusuku nemini, sisebenzela ukuzixhasa, size singabi ngomthwalo mntwini, lo gama sinishumayezayo ngeendaba ezimnandi zikaThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 2

imbono 1 Kwabasetesalonika 2:9 kwimeko