1 Kwabasetesalonika 3:5 XHO96

5 Ndakungabi nakunyamezela ke ndithumele uTimoti ukuba akhe eze kuqonda ngombandela wokholo lwenu, hleze kuthi kanti unihendile uSathana, ndize mna ndibe ndifane ndabulaleka ndisebenza.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 3

imbono 1 Kwabasetesalonika 3:5 kwimeko