1 Kwabasetesalonika 4:11 XHO96

11 Nokuba yintoni na imeko ibhongo lenu malibe kukuhlala ngoxolo, ningagxuphuleki kwimicimbi yabanye abantu. Philani kukubila kwamabunzi enu njengoko ndandiniyalele.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 4

imbono 1 Kwabasetesalonika 4:11 kwimeko