14 Kaloku siyakholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka. Ngokukwanjalo ke nâbo bafe bemanywe noYesu uThixo uya kubabuyisa kunye noYesu.
funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 4
imbono 1 Kwabasetesalonika 4:14 kwimeko