1 Kwabasetesalonika 5:3 XHO96

3 Ngelo xesha akuyi kusinda mntu, kuba lo gama kanye abantu bathi lixolile, bakhuselekile, lifika ngequbuliso ishwangusha kubo, kanye njengentlungu eviwa ngumfazi oza kuzala.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 5

imbono 1 Kwabasetesalonika 5:3 kwimeko