2 Kapetros 2:12 XHO96

12 Aba bantu bafana nezilwanyana zasendle, zona zizalwa zibe ngoomabonwabulawe. Bayazenyelisa izinto abangaziqondiyo. Nabo baya kutshabalala njengezilwanyana.

funda isahluko epheleleyo 2 Kapetros 2

imbono 2 Kapetros 2:12 kwimeko