2 Kapetros 3:10 XHO96

10 Ke yona iMini yeNkosi iya kufika njengesela ingalindelekanga. Ngaloo mini amazulu aya kutsho ngenzwinini yengxolo, aze ke wona aphel' emehlweni. Ngokunjalo neziseko zawo ziya kutshiswa ngumlilo ziphele. Wona umhlaba nako konke okukuwo kuya kusala kuze; uya kunyamalala.

funda isahluko epheleleyo 2 Kapetros 3

imbono 2 Kapetros 3:10 kwimeko