2 Kwabasetesalonika 1:3 XHO96

3 Kufanelekile ukuba simbulele uThixo ngawo onke amaxesha ngenxa yenu, mawethu. Ewe, kulunge kanye ukuba simbulele ngenxa yokuba ukholo lwenu luya lusanda ngokwanda. Yaye nokuthandana kwenu kuya kukhula ngakumbi nangakumbi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 1

imbono 2 Kwabasetesalonika 1:3 kwimeko