2 Kwabasetesalonika 1:4 XHO96

4 Yiyo loo nto ke nilibhongo lethu esihamba siqhayisa ngalo kwamanye amabandla kaThixo. Kaloku nina ninomonde, nimi ngxishi elukholweni naphantsi kweentshutshiso enikuzo, kwakunye neenzingo enizithweleyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 1

imbono 2 Kwabasetesalonika 1:4 kwimeko