1 Izikronike 19:17 XHO75

17 Kwaxelwa kuDavide; wahlanganisa amaSirayeli onke, wayiwela iYordan, waya kuwo, wakha uluhlu ukuba alwe nawo. UDavide walwakha uluhlu, esiya kuwahlangabeza ama-Aram ukuba alwe nawo; alwa ke naye.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 19

imbono 1 Izikronike 19:17 kwimeko