1 Izikronike 19:18 XHO75

18 Asaba ama-Aram ebusweni bamaSirayeli; uDavide wabulala kuma-Aram amawaka asixhene abeenqwelo zokulwa, namashumi amané amawaka amadoda angumqikela, wabulala noShofaki, umthetheli womkhosi.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 19

imbono 1 Izikronike 19:18 kwimeko