1 Izikronike 20:5 XHO75

5 Kwabuya kwaliwa namaFilisti. UElihanan unyana kaYahire wambulala uLami, umzalwana kaGoliyati waseGati, oluthi lwentshuntshe yakhe lwalungangomthi wabaluki.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 20

imbono 1 Izikronike 20:5 kwimeko