1 Izikronike 20:6 XHO75

6 Kwabuya kwaliwa eGati. Kwakho ndoda iyingxilimbela, eminwe neenzwane zazingamashumi amabini anané; imithandathu sandleni sinye, zintandathu lunyaweni lunye; nayo ibizalwa nguRafa.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 20

imbono 1 Izikronike 20:6 kwimeko