1 Izikronike 22:8 XHO75

8 Ke lafika kum ilizwi likaYehova, lisithi, Uphalazé igazi lalininzi, wenza iimfazwe ezinkulu; akuyi kulakhela ndlu igama lam, ngokuba uphalaze igazi elininzi ehlabathini phambi kwam.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 22

imbono 1 Izikronike 22:8 kwimeko