1 Izikronike 22:9 XHO75

9 Yabona, uya kuzalelwa unyana; yena uya kuba yindoda yoxolo; ndiya kumphumza ezintshabeni zakhe zonke ngeenxa zonke; ngokuba liya kuba nguSolomon* igama lakhe, ndiwanike uxolo nokuzola amaSirayeli ngeemini zakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 22

imbono 1 Izikronike 22:9 kwimeko