1 Izikronike 23:3 XHO75

3 Babalwa abaLevi, kwathatyathelwa kwabaminyaka imashumi mathathu bezelwe kwenyusa. Inani labo ngokweentloko zabo, indoda ngendoda, laba ngamashumi amathathu anesibhozo amawaka.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 23

imbono 1 Izikronike 23:3 kwimeko